Home Gospel Music Zahara – Ndiveze

Zahara – Ndiveze

Download “Ndiveze” SONG By

Zahara - Ndiveze

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Ndiveze”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Ndiveze Lyrics By
Ndiv’ingoma ingom’enkulu
Ivela kuwe Nkwenkwezi
Ndiv’ingoma ingom’enkulu
Ivela kuwe Nkwenkwezi
Ndizoqhubeka ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Andilovila kaloku
Andingusolalaphi
NdinguMashiy’amahle, Ndlebezintle Zombini
Ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw’ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze
Andiboni nzuzo
Andiboni konwaba
Andiboni ntsebenzo
Kodw’ibunzi lam lithe ngqo
Ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku
Ndiveze ndiveze ndiveze
Ndiveze ndiveze ndiveze kaloku

Other Songs From For Also Can Be Downloaded HERE

Related Post:  Zahara - Forever Yours

1 COMMENT

  1. […] Mgodi Lyrics By ZaharaEwe ndiyavuma ndikhubekile kwi graveli hmmIntuthu emehlweni amBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniEwe ndiyavuma mmmhNdikhubekile mna kwi graveliIntuthu emehlweni am hmBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodi ndizimela ngaweBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodi mgodiMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodiBendingayazi ndizosuswa ngubaniO Bendingayazi ndizosuswa ngubaniUzozibonela ngamUzozenzela ngam mna ndigutyungelweSiqhushumbisi qhushumba ngamBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodi mgodiMgodi mgodi ndizimela ngaweMgodi mgodiBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniBendingayazi ndizosuswa ngubaniMgodi mgodi mgodiMgodi ndizimela ngawe […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here