Home Gospel Music Zahara – Ndikhona

Zahara – Ndikhona

Download “Ndikhona” SONG By

Zahara - Ndikhona

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Ndikhona”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Ndikhona Lyrics By
Zange ngabhala ngothando olumnandi
Zange ndathandwa kanjena
Zange ndahlonitshwa kanjena
Ndiziva njengeNkosazana
Uk’ba luthando olufunayo
Ndikhona ndinguNoluthando
Uk’ba ufuna unoNyamezela
Ndikhona ndinguNyamezelo
Uk’ba ufuna umthetheleli
Ndikhona ndinguNontethelelo
Ndibize
Ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Zungayeki uk’dikhathalela
Ndibize
Ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa ndibize
Zange ndaziva ndingunodoli
Undiphathisa okweNkosazana
Ndithanda indlela ondiphethe ngayo
Mkhokheli wami
Undibiza mfula wami
Undibiza langa lakho
Ndibize ndibize
Xa ufun’ ixesha
Ndikhona ndinguNoxesha
Xa ufuna ukongiwa
Ndikhona ndinguMongikazi
Xa ufuna ukuthuma
Ndikhona ndisisithunya
Ndibize
Ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Zungayeki uk’dikhathalela
Ndibize
Ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Ndibize
Eyi ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa ndibize
Ndibize (Mandla ami)
Ndibize (Thando lwami)
Ndibize ndibize

Other Songs From For Also Can Be Downloaded HERE

Related Post:  Zahara - Indlela Yam

1 COMMENT

  1. […] Ndincede Lyrics By ZaharaAndigezile ndiyimpumputhe (Ngoku sendibonile)Ndingumabopha maxoyam (Ngoku sendibonile)Ndikhuphe kwelihlazo endikulo ayayaySindisa umphefumlo wamiCul’ endikuloNdincede kulendawo endikuyoNdincede andiziva mnaNdincede kulendawo endikuyoNdincede oh andiziva mnaBawo ndince kulendawo endikuyoBandihlukumezile kodwa wena ukhonaBabethekile ngam bebenzile ngamNdisuse kulendawo endikuyoBawo Ndikhaphe ndingaxamazekiIzilingo zininzi wo ohSindisa umphefumlo wamiCul’ endikuloAndiziva mnaHeroes has spokenAbantu bathethile ngamAsoze ndavuma ukubekelwa phansi hoyoHeroes has spokenAmaqhawe athethile ngamVul’ indlela yam ndincedeHeroes has spokenAmaqhawe athethile ngamVul’ indlela yam ndincedeNdincede kawundincede kulendawo endikuyoNdincede mhh […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here