Home Gospel Music Zahara – Ndiza

Zahara – Ndiza

Download “Ndiza” SONG By

Zahara - Ndiza

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Ndiza”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Ndiza Lyrics By
Ndihambile
Ndibonile
Bandixelele
Bandinikile
Ndingafunanga
Ndingabuzanga
Ndiza, ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ah Ndiza, ndiza, ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ah Ndiza, ndiza, ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ahaha Ndiza, ah ah ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ndizam’kucinga aha
Ndiyahluleka aha
Ingqondo yami
Iyakhawuleza
Kuyehla kuyasa
Kum uyafana
Ndonakele hee hee
Ndiza, ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ahaha Ndiza, ah ah ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ahaha Ndiza, ndiza, ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona
Ahaha Ndiza, ah ah ndiza
Ndizaw’buya ndikuphathel’ntliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona

Other Songs From For Also Can Be Downloaded HERE

Related Post:  Zahara - Ndiveze

1 COMMENT

  1. […] Incwad’encane Lyrics By ZaharaNgeny’imini ndathi ndivukaNdabona incwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwamNdizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubani na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ngeny’imini ndathi ndivukaNdadibana nencwadi encaneNdabona ayiveli kumama lenaXa ibingumama ngeyithe dear sana lwamNdaqhubeka mna ndafundaNdifund’ incwadi encaneIthi andazi ndobuya nini naNdisathath’uhambo lwamNdizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ ubon’ isthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndavhunza ndavhunzaNdavhunza akaendepikoHona mudiwa wanguMudiwa wangu wepamoyoDzoka zvako akaende pikoMoyo wangu unorwadza ndikakufungaMisodzi yobudaHoo na yobudaMudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurindaNdati dzoka zvakoNdizokhangela phi naMna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubaninaMna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi naMna ndifun’ubonisthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubaninaMna ndifun’ubona isthandwa sam(Mna ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Ma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizokhangela phi na(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubonisthandwa sam(Uma ndifun’ubona isthandwa sam)Ndizobuza kubanina(Ndizobuza bani na)Mna ndifun’ubona isthandwa sam […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here