Home Gospel Music Zahara – Nqaba Yam

Zahara – Nqaba Yam

Download “Nqaba Yam” SONG By

Zahara - Nqaba Yam

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Nqaba Yam”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Nqaba Yam Lyrics By Zahara
Ndifihle kuwe nqaba yam
Izilingo zindilingile
Ndalingeka nam
Eya bazame ukundiyenza
Isiyatha nam ndayathazeka eya eya
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe
Ndiqatshukelwe nguqa
Isiphongo sam
Nda mongoza sula kaluko nqaba yam
Bambe linga gqithekanga
Ikhe ngendisiva ndisesirogweni
Khawuleza kaloko eya
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe
Ndizifihla kuwewe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihle kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Nqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Uyinqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Other Songs From For Zahara Also Can Be Downloaded HERE

1 COMMENT

  1. […] Sinda Mphefumlo Lyrics By ZaharaZange ndoyika njengangokuZange ndatshwata njengangokuZange ndaziwa ngelonto apha njengangokuSinda mphefumlo sindaSinda mphefumlo sindaZindongameli zigigaba ngamandlaZindiflathele ingcango ngamandlaSinda mphefumlo sindaSinda mphefumlo sindaNdithetheleleni moya fika konakeleNdithetheleleni moya fika konakeleEhe sinda mphefumlo sindaEhe sinda mphefumlo sindaKonakele sinda mphefumlo sindaSinda mphefumlo sindaZange ndaziva ndililolo apha njengalokuZindangamel’ izigigaba ngamandlaZindiflathele ingcango ngamandlaSinda sinda mphefumlo sindaSinda sinda mphefumlo sindaSinda sinda mphefumlo sindaSinda sinda mphefumlo sindaSinda sinda mphefumlo sindaSinda sinda mphefumlo sindaSinda mphefumlo sindaNgoba zange ndoyika njengangokuZange ndatshwata njengangokuNgoba ndithi sindaSinda mphefumlo sindaSinda mphefumlo sindasinda […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here