Home Gospel Music Zahara – Sinda Mphefumlo

Zahara – Sinda Mphefumlo

Download “Sinda Mphefumlo” SONG By

Zahara - Sinda Mphefumlo

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Sinda Mphefumlo”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Sinda Mphefumlo Lyrics By
Zange ndoyika njengangoku
Zange ndatshwata njengangoku
Zange ndaziwa ngelonto apha njengangoku
Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
Zindongameli zigigaba ngamandla
Zindiflathele ingcango ngamandla
Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
Ndithetheleleni moya fika konakele
Ndithetheleleni moya fika konakele
Ehe sinda mphefumlo sinda
Ehe sinda mphefumlo sinda
Konakele sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
Zange ndaziva ndililolo apha njengaloku
Zindangamel’ izigigaba ngamandla
Zindiflathele ingcango ngamandla
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
Ngoba zange ndoyika njengangoku
Zange ndatshwata njengangoku
Ngoba ndithi sinda
Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
sinda

Other Songs From For Also Can Be Downloaded HERE

Related Post:  Zahara - Win or Lose

1 COMMENT

  1. […] Ndikhona Lyrics By ZaharaZange ngabhala ngothando olumnandiZange ndathandwa kanjenaZange ndahlonitshwa kanjenaNdiziva njengeNkosazanaUk’ba luthando olufunayoNdikhona ndinguNoluthandoUk’ba ufuna unoNyamezelaNdikhona ndinguNyamezeloUk’ba ufuna umthetheleliNdikhona ndinguNontetheleloNdibizeNdibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)Zungayeki uk’dikhathalelaNdibizeNdibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)Uthando lwakho luyandiphilisa ndibizeZange ndaziva ndingunodoliUndiphathisa okweNkosazanaNdithanda indlela ondiphethe ngayoMkhokheli wamiUndibiza mfula wamiUndibiza langa lakhoNdibize ndibizeXa ufun’ ixeshaNdikhona ndinguNoxeshaXa ufuna ukongiwaNdikhona ndinguMongikaziXa ufuna ukuthumaNdikhona ndisisithunyaNdibizeNdibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)Zungayeki uk’dikhathalelaNdibizeNdibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)NdibizeEyi ndibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)Uthando lwakho luyandiphilisa ndibizeNdibize (Mandla ami)Ndibize (Thando lwami)Ndibize ndibize […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here