Home Gospel Music Zahara – Loliwe

Zahara – Loliwe

Download “Loliwe” SONG By

Zahara - Loliwe

South African Christian/Gospel Artiste Released a New Single Titled “Loliwe”, Which is a Powerful Song That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Available Now on Gospelmetrics For Free Download, Kindly Share & Stay being blessed

Stream and Download Mp3/Music Below:

DOWNLOAD HERE

What Do You Think About This Audio?

We Want To Hear From You All

Kindly Drop Your Comments

Watch Video (Mp4) Below:

Loliwe Lyrics By
Uloliwe wayidudula
Loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Nang’esiza
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Nang’esiza
Uloliwe, loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Loliwe, loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Phezulu eNkosini
Kuhlal’ ingcwele zodwa
Umawufuna ukuya khona, thandaza
Phezulu eNkosini
Kuhlal’ ingcwele zodwa
Umawufuna ukuya khona, thandaza
Uloliwe, loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Uloliwe, loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Sul’ ezonyembezi mntakwethu
Nang’esiza
Uloliwe, loliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Uloliwe wayidudula
Nang’esiza
Phezulu eNkosini
Kuhlal’ ingcwele zodwa
Umawufuna ukuya khona, thandaza
Phezulu eNkosini
Kuhlal’ ingcwele zodwa
Umawufuna ukuya khona, thandaza

Other Songs From For Also Can Be Downloaded HERE

Related Post:  Zahara - Yhini

1 COMMENT

  1. […] Xa Bendingena Mama Lyrics By ZaharaXa bendinomamaNgesendine tiki eboshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhekegoli sana lwamXa bendinomamamNgesendineqhiya ebeshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibheke goli sana lwamNdiyagodol’iyho maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyho ndiyahambaIyho ndibhek’eGoli sana lwamNdiyagodol’iyho maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyho ndiyahambaIyho ndibhek’eGoli sana lwamXa bendinomamaNgesendineqhiya ebotshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhek’eGoli sana lwamNdithi nxa bendinomamaNgesendineqhiya ebotshwe ngaphambiliNgokwenene ndiyahambaNgokwenene ndibhek’eGoli mna nosana lwamNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwamNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nake rhagi mntaka mamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwamNdiva isikhal’esandohlukanisa nomamamAndivumi ngosana lwamNdiboleken’iduveyiIncinci naleragi mntaka mamaNdiva isikhal’esandohlukanisa nomamamAndivumi ngosana lwamNdiboleken’iduveyiIncinci naleragi mntaka mamaNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwamNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwamNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci iragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwamNdiyagodoli yhooo maNdiyagodol’incinci nale ragi mntakamamaIyhu ndiyahambaIyhu ndibhek’eGoli sana lwam […]

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here